Ndiredi ukundiza ndiph’umoya Ndinawo amandla wokundiza ndiphumoya Ndiredi ukundiza ndiph’umoya Ndinawo amandla wokundiza ndiphumoya Themba limbi andinalo, nguwe ithemba lam… Nguwe nguwe nguwe ithemba lam.. Mbumbubabub**babube mbobubabai Ndiredi ukundiza ndiph’umoya Ndinawo amandla wokundiza ndiphumoya Ndiredi ukundiza ndiph’umoya Themba limbi andinalo, nguwe ithemba lam… Nguwe nguwe nguwe ithemba lam.. Phanse ndayela emaweni.. Haha Phanse ndangena endongeni Phanse ndanyathela umsila Phanse ndadlala kwaphela Phanse ndavala umnyango Phanse ndatdyoba amehlo Phanse ndadudela uhambo Phanse ndalahla umzamo Ngubani othi andinawo, amandla, wazinjani? Phanse ndamamela yena, xa esithi andinawo
Themba limbi andinalo, nguwe ithemba lam… Nguwe nguwe nguwe ithemba lam.. Themba limbi andinalo, nguwe nguwe nguwe nguwe… Nguwe nguwe nguwe ithemba lam.. Nguwe nguwe nguwe ithemba lam.. .. Nguwe nguwe nguwe ithemba lam.. .. Nguwe nguwe nguwe ithemba lam.. Kan jy nie seen oh bafana maak jou mal Kan jy nie seen oh bafana maak jou mal kan jy nie seen oh Zwai bala maak jou mal hulle maak jou mal hy maak jou mal Kan jy nie seen oh tikela maak jou mal hy maak jou mal Maqgwati maak jou mal Kan jy nie seen oh manywabi maak hulle mal oh gatyeni maak hulle mal ooh gatyeni maak jou mal Oohh kan jy nie seen bafana maak jou mal hulle maak jou mal Heeh hulle maak jou mal kan jy nie seen mangwevu maak hulle mal